Berita – Thandolwethu Lyrics

Thandolwethu Lyrics

ndandino mfana omuhle
igama lakhe uthandolwethu
bengimthanda endithanda
sasingohlulwa nazizuthumo

wayo phul'nhliziyo yam ndingamcingelanga
wayo phul'nhliziyo yam ndingalindelanga
wethandolwethu, wethandolwethu
ndakwenzani na thandolwethu
ndakwenzani na thandolwethu
hooo uu-uu-uu-uu ho u

ndikxelele
bengicinga ukuba ndizohlala nawe
ngoba konke bendingazi
bendicinga ukuba ungowami
kanti ungowethu sonke

wayo phul'nhliziyo yam ndingamcingelanga
wayo phul'nhliziyo yam ndingamlindelanga
wethandolwethu, wethandolwethu
ndakwenzani na thandolwethu
ndakwenzani na thandolwethu

ukuba kuwe ndiphelele
ndakwenzani na thandolwethu
ndakwenzani na (wayo phul'nhliziyo yam)
wayo phul'nhliziyo yam bo
thandolwethu

Lyrics sourced via LRCLIB, contributed by its community.