Berita – Nguwe Wedwa Lyrics

Nguwe Wedwa Lyrics

Oh, nguwe wedwa

Sthandwa sami, nana wami yiza ndikuhlebele
Intliziyo yami yeyakho, uyonwabisile

Nguwe wedwa, nguwe wedwa ilitha le ntliziyo yam
Nguwe wedwa, nguwe wedwa, awuzange wandikhohlisa
Nguwe wedwa, nguwe wedwa endimthandayo
Nguwe wedwa, nguwe wedwa, awuzange wandilibazisa
Sthandwa sami thatha nal' uthando lwami, ngolwakho
Khululeka, hamba nam ndawo zonke, ndingowakho

Baby wami, muntu wami andifuni no'va ngawe
Akho ntab' endingenoynyuka, akho mlambo endingenowuwela
Ukude ndonelise intliziyo yakho.

Nguwe wedwa, nguwe wedwa ilitha le ntliziyo yam
Nguwe wedwa, nguwe wedwa, awuzange wandikhohlisa
Nguwe wedwa, nguwe wedwa endimthandayo
Nguwe wedwa, nguwe wedwa, awuzange wandilibazisa
Sthandwa sami thatha nal' uthando lwami, ngolwakho
Khululeka, hamba nam ndawo zonke, ndingowakho

nguwe wedwa nguwe wedwa x4

Sthandwa sami thatha nal' uthando lwami, ngolwakho
Khululeka hamba nami ndawo zonke, ndingowakho
sthandwa sami hamba nami ndawo zonke

Lyrics sourced via LRCLIB, contributed by its community.